2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+ IMizekeliso 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ongayikhathalelanga ingqeqesho ufikelwa bubuhlwempu nehlazo,+ kodwa osigcinayo isohlwayo uyazukiswa.+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
18 Ongayikhathalelanga ingqeqesho ufikelwa bubuhlwempu nehlazo,+ kodwa osigcinayo isohlwayo uyazukiswa.+