IMizekeliso 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ingqeqesho kaYehova, nyana wam, musa ukuyigatya;+ ungasenyanyi isohlwayo sakhe,+ Hebhere 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa nikulibele ngokupheleleyo okuthethwe kuni nibongozwa njengoonyana kusithiwa:+ “Nyana wam, musa ukuyidelela ingqeqesho kaYehova, yaye ungatyhafi wakulungiswa nguye;+ 1 Petros 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa, emva kokuba nibandezeleke okwethutyana,+ uTHIXO wabo bonke ububele obungasifanelanga, owanibizela kuzuko lwakhe olungunaphakade+ ngokumanyene+ noKristu, uya kulugqiba ngokwakhe uqeqesho lwenu, uya kuniqinisa,+ uya kunomeleza.+
5 kodwa nikulibele ngokupheleleyo okuthethwe kuni nibongozwa njengoonyana kusithiwa:+ “Nyana wam, musa ukuyidelela ingqeqesho kaYehova, yaye ungatyhafi wakulungiswa nguye;+
10 Kodwa, emva kokuba nibandezeleke okwethutyana,+ uTHIXO wabo bonke ububele obungasifanelanga, owanibizela kuzuko lwakhe olungunaphakade+ ngokumanyene+ noKristu, uya kulugqiba ngokwakhe uqeqesho lwenu, uya kuniqinisa,+ uya kunomeleza.+