1 Korinte 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku ndiyanibongoza,+ bazalwana, ngegama+ leNkosi yethu uYesu Kristu ukuba nonke nithethe ngokuvumelanayo,+ nokuba kungabikho kwahlukana+ phakathi kwenu, kodwa nimanyane engqondweni enye nasengcamangweni enye.+
10 Ke kaloku ndiyanibongoza,+ bazalwana, ngegama+ leNkosi yethu uYesu Kristu ukuba nonke nithethe ngokuvumelanayo,+ nokuba kungabikho kwahlukana+ phakathi kwenu, kodwa nimanyane engqondweni enye nasengcamangweni enye.+