IMizekeliso 16:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kukho indlela ethe tye phambi komntu,+ kodwa ukuphela kwayo ziindlela zokufa.+ Roma 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Sasiyintoni, ngoko, isiqhamo+ enanifudula nisifumana ngelo xesha? Zizinto+ ngoku enineentloni ngazo. Kuba isiphelo sezo zinto kukufa.+
21 Sasiyintoni, ngoko, isiqhamo+ enanifudula nisifumana ngelo xesha? Zizinto+ ngoku enineentloni ngazo. Kuba isiphelo sezo zinto kukufa.+