IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 1:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngoko baya kudla isiqhamo seendlela zabo,+ yaye baya kuhlutha ngamacebo abo.+

  • IMizekeliso 1:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kuba ukukreqa+ kwabangenamava kuko okuya kubabulala,+ nokungabi nankathalo kweziyatha kuko okuya kuzibulala.+

  • Mateyu 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Xa nizila ukutya,+ musani ukuba lusizi ebusweni njengabahanahanisi, kuba bajika imbonakalo yobuso babo ukuze babonakale ebantwini ukuba bazile ukutya.+ Inene ndithi kuni, Sebewufumene ngokupheleleyo umvuzo wabo.

  • 2 Petros 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 bezizisela ububi+ njengomvuzo wokwenza ububi.+

      Bakugqala kuluyolo ukuphila ngobunewunewu ngexesha lasemini.+ Bangamabala neziphako, bezifica ngokuhlohla iimfundiso zabo ezikhohlisayo xa besemathekweni kunye nani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share