INdumiso 34:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Moyikeni uYehova, nina bangcwele bakhe,+Kuba abasweli abo bamoyikayo.+ Malaki 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+ IZenzo 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.
16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova+ bathetha omnye komnye, ngamnye neqabane lakhe, yaye uYehova wanikela ingqalelo ephulaphule.+ Kwaye incwadi yokukhumbuza yabhalwa phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacinga ngegama lakhe.+
31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.