1 Kumkani 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uSolomon, waba ngumlawuli wabo bonke ubukumkani ukususela eMlanjeni+ ukusa kwilizwe lamaFilisti nakumda waseYiputa. Babesizisa izipho kwaye bekhonza uSolomon yonke imihla yobomi bakhe.+ Filipi 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze egameni likaYesu agobe onke amadolo abo basezulwini nawabo basemhlabeni nawabo baphantsi komhlaba,+
21 Ke yena uSolomon, waba ngumlawuli wabo bonke ubukumkani ukususela eMlanjeni+ ukusa kwilizwe lamaFilisti nakumda waseYiputa. Babesizisa izipho kwaye bekhonza uSolomon yonke imihla yobomi bakhe.+
10 ukuze egameni likaYesu agobe onke amadolo abo basezulwini nawabo basemhlabeni nawabo baphantsi komhlaba,+