INdumiso 141:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+ IMizekeliso 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngokuba usisibane umyalelo,+ nomthetho ulukhanyiso,+ yaye izohlwayo zengqeqesho ziyindlela yobomi,+ Hebhere 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Enyanisweni, akukho ngqeqesho ibonakala ivuyisa okwangoku, kodwa ibuhlungu;+ ukanti kamva ivelisa isiqhamo soxolo,+ oko kukuthi, ubulungisa,+ kwabo baqeqeshiweyo yiyo.
5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+
23 Ngokuba usisibane umyalelo,+ nomthetho ulukhanyiso,+ yaye izohlwayo zengqeqesho ziyindlela yobomi,+
11 Enyanisweni, akukho ngqeqesho ibonakala ivuyisa okwangoku, kodwa ibuhlungu;+ ukanti kamva ivelisa isiqhamo soxolo,+ oko kukuthi, ubulungisa,+ kwabo baqeqeshiweyo yiyo.