IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Kuba uYehova uyayazi indlela yamalungisa,+

      Kodwa indlela yabangendawo iya kutshitsha.+

  • INdumiso 146:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 UYehova ulinda abaphambukeli;+

      Ukhulula inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+

      Kodwa indlela+ yabangendawo uyenza ibe gwenxa.+

  • Mateyu 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Ngenani ngesango elimxinwa;+ ngokuba ibanzi kwaye iphangalele indlela esa entshabalalweni, yaye baninzi abangena ngayo;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share