IMizekeliso 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Olungisa umgculeli uzizisela ihlazo,+ nowohlwaya ongendawo—uzizisela isiphene.+ Amosi 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Esangweni bamthiyile owohlwayayo,+ nothetha izinto ezigqibeleleyo bayamcekisa.+ Yohane 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba lowo uqhelisela ububi+ ukuthiyile ukukhanya yaye akezi ekukhanyeni, ukuze imisebenzi yakhe ingohlwaywa.+ Yohane 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ihlabathi alinaso isizathu sokunithiya, kodwa lindithiyile mna, ngenxa yokuba ndinikela ubungqina ngalo bokuba imisebenzi yalo ingendawo.+
20 Kuba lowo uqhelisela ububi+ ukuthiyile ukukhanya yaye akezi ekukhanyeni, ukuze imisebenzi yakhe ingohlwaywa.+
7 Ihlabathi alinaso isizathu sokunithiya, kodwa lindithiyile mna, ngenxa yokuba ndinikela ubungqina ngalo bokuba imisebenzi yalo ingendawo.+