1 Kumkani 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye uThixo wahlabela mgama wathi kuye: “Ngenxa yokuba ucele le nto kwaye ungazicelelanga imihla emininzi okanye ubutyebi+ okanye umphefumlo weentshaba zakho, yaye uzicelele ukuqonda ukuze uve amatyala,+ IMizekeliso 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko,+ nokwaziwa kwaLowo Ungoyena Ungcwele kukuqonda.+ IMizekeliso 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Intliziyo yoqondayo izuza ukwazi,+ nendlebe yezilumko ifuna ukufumana ukwazi.+
11 Yaye uThixo wahlabela mgama wathi kuye: “Ngenxa yokuba ucele le nto kwaye ungazicelelanga imihla emininzi okanye ubutyebi+ okanye umphefumlo weentshaba zakho, yaye uzicelele ukuqonda ukuze uve amatyala,+