IMizekeliso 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngesiqhamo somlomo wayo indoda iyanela kokulungileyo,+ nesenzo sezandla zomntu siya kubuyela kuye.+ IMizekeliso 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Imilebe yobulungisa iyamkholisa ukumkani ozukileyo;+ yaye othetha izinto ezithe tye uyamthanda.+ Efese 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+
14 Ngesiqhamo somlomo wayo indoda iyanela kokulungileyo,+ nesenzo sezandla zomntu siya kubuyela kuye.+
29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+