INdumiso 50:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kaloku, wena—uluthiyile uqeqesho,+Namazwi am uqhubeka uwaphosela emva kwakho.+ IMizekeliso 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuya kufuneka uthi: “Hayi indlela ebendiyithiye ngayo ingqeqesho+ nentliziyo yam ayabi nantlonelo ngesohlwayo!+ IMizekeliso 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ongayikhathalelanga ingqeqesho ufikelwa bubuhlwempu nehlazo,+ kodwa osigcinayo isohlwayo uyazukiswa.+ Hebhere 12:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lumkani ningazilanduleli kulowo uthethayo.+ Kuba ukuba abazange basinde abo bazilandulelayo kulowo wayenika isilumkiso sobuthixo emhlabeni,+ asisayi kuba nako ngokugqithiseleyo ke thina ukuba siyakhwebuka kulowo uthetha esemazulwini.+
12 Kuya kufuneka uthi: “Hayi indlela ebendiyithiye ngayo ingqeqesho+ nentliziyo yam ayabi nantlonelo ngesohlwayo!+
18 Ongayikhathalelanga ingqeqesho ufikelwa bubuhlwempu nehlazo,+ kodwa osigcinayo isohlwayo uyazukiswa.+
25 Lumkani ningazilanduleli kulowo uthethayo.+ Kuba ukuba abazange basinde abo bazilandulelayo kulowo wayenika isilumkiso sobuthixo emhlabeni,+ asisayi kuba nako ngokugqithiseleyo ke thina ukuba siyakhwebuka kulowo uthetha esemazulwini.+