Yeremiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova. 2 Timoti 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba uyaze kwasebusaneni+ imibhalo engcwele, enako ukukunika ubulumko obusa elusindisweni+ ngokukholwa kuKristu Yesu.+ 1 Yohane 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+
24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova.
15 kuba uyaze kwasebusaneni+ imibhalo engcwele, enako ukukunika ubulumko obusa elusindisweni+ ngokukholwa kuKristu Yesu.+
20 Ke siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile,+ wasinika amandla okuqonda+ ukuze simazi lowo uyinyaniso.+ Yaye simanyene+ nalowo uyinyaniso, ngoNyana wakhe uYesu Kristu. Lo nguThixo oyinyaniso+ nobomi obungunaphakade.+