INtshumayeli 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Konke ukusebenza nzima koluntu kokomlomo walo,+ kodwa kwanomphefumlo walo awuzali. Efese 4:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Lowo ubayo makangabi seba,+ kunoko makasebenze nzima, esenza umsebenzi olungileyo ngezandla zakhe,+ ukuze abe nento yokwabela lowo usweleyo.+ 1 Tesalonika 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 nibe nosukelo lokuhlala ngokuzolileyo,+ ningagxuphuleki kwimicimbi+ yabanye, nisebenze ngezandla zenu,+ kanye njengoko saniyalelayo;
28 Lowo ubayo makangabi seba,+ kunoko makasebenze nzima, esenza umsebenzi olungileyo ngezandla zakhe,+ ukuze abe nento yokwabela lowo usweleyo.+
11 nibe nosukelo lokuhlala ngokuzolileyo,+ ningagxuphuleki kwimicimbi+ yabanye, nisebenze ngezandla zenu,+ kanye njengoko saniyalelayo;