IMizekeliso 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Nyana wam, ngamana ezi zinto zingangemki emehlweni akho.+ Londoloza ubulumko bobuqili namandla okucinga,+ IMizekeliso 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndinecebo+ nobulumko bobuqili.+ Mna—ndinokuqonda;+ ndinamandla.+ Luka 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kanjalo, uya kuhamba phambi kwakhe enomoya namandla kaEliya,+ ukuze azibuyisele iintliziyo+ zooyise kubantwana nabo bangathobeliyo kubo ubulumko bobuqili babo bangamalungisa, ukuze alungiselele uYehova+ isizwana esilungisiweyo.”+ Luka 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye inkosi yalo yalincoma igosa, nakuba lingenabulungisa, ngokuba lenza ngobulumko bobuqili;+ kuba oonyana bale nkqubo yezinto banobulumko bobuqili ngakumbi kwisizukulwana sabo kunokuba benjalo oonyana bokukhanya.+
21 Nyana wam, ngamana ezi zinto zingangemki emehlweni akho.+ Londoloza ubulumko bobuqili namandla okucinga,+
17 Kanjalo, uya kuhamba phambi kwakhe enomoya namandla kaEliya,+ ukuze azibuyisele iintliziyo+ zooyise kubantwana nabo bangathobeliyo kubo ubulumko bobuqili babo bangamalungisa, ukuze alungiselele uYehova+ isizwana esilungisiweyo.”+
8 Kwaye inkosi yalo yalincoma igosa, nakuba lingenabulungisa, ngokuba lenza ngobulumko bobuqili;+ kuba oonyana bale nkqubo yezinto banobulumko bobuqili ngakumbi kwisizukulwana sabo kunokuba benjalo oonyana bokukhanya.+