IMizekeliso 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bubugwenxa entliziyweni yakhe.+ Uyila ububi ngalo lonke ixesha.+ Ubangela usukuzwano kuphela.+ Galati 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 unqulo-zithixo, ukusebenzelana nemimoya,+ ubutshaba, iimbambano, amakhwele, ukugqajukelwa yimisindo, usukuzwano, izahlukano, amahlelo, Yakobi 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba apho kukho ikhwele+ nokusukuzana, kubakho isidubedube nabo bonke ububi.+
20 unqulo-zithixo, ukusebenzelana nemimoya,+ ubutshaba, iimbambano, amakhwele, ukugqajukelwa yimisindo, usukuzwano, izahlukano, amahlelo,