IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Aliphambi kwakho na ilizwe liphela? Ndincede ke ngoko, masahlukane. Ukuba uya ngasekhohlo, mna ndoya ngasekunene; kodwa ukuba uya ngasekunene, mna ndoya ngasekhohlo.”+

  • IMizekeliso 25:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Musa ukungxama ngokuya kuchophela ityala, ukuze kungabuzwa nto ngoko uya kukwenza ekuqoshelisweni kwalo xa idlelane lakho likuthoba.+

  • Mateyu 5:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ke mna, ndithi kuni: Musani ukumchasa lowo ungendawo; kodwa othe wakumpakaza esidleleni+ sakho sasekunene, mphethulele nesinye.

  • Roma 12:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ukuba kunokwenzeka, zamani ngokusemandleni enu, ukuba noxolo+ nabantu bonke.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share