IZenzo 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Aba ke bona babechubekile kunabo baseTesalonika, kuba balamkela ilizwi ngeyona ntumekelelo inkulu yengqondo, bezincina ngenyameko+ iZibhalo+ mihla le mayela nokuba zinjalo kusini na ezo zinto.+ Kolose 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ilizwi likaKRISTU malihlale kuni ngokobutyebi ninabo bonke ubulumko.+ Qhubekani nifundisana+ kwaye nilulekana ngeendumiso,+ ngemibongo kuThixo, ngeengoma zokomoya+ ninombulelo, nimvumela ezintliziyweni zenu uYehova.+
11 Aba ke bona babechubekile kunabo baseTesalonika, kuba balamkela ilizwi ngeyona ntumekelelo inkulu yengqondo, bezincina ngenyameko+ iZibhalo+ mihla le mayela nokuba zinjalo kusini na ezo zinto.+
16 Ilizwi likaKRISTU malihlale kuni ngokobutyebi ninabo bonke ubulumko.+ Qhubekani nifundisana+ kwaye nilulekana ngeendumiso,+ ngemibongo kuThixo, ngeengoma zokomoya+ ninombulelo, nimvumela ezintliziyweni zenu uYehova.+