1 Samuweli 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Wandula ke wavutha umsindo kaSawule+ kuYonatan waza wathi kuye: “Nyanandini wentombi enemvukelo,+ andiyazi kakuhle na into yokuba unyula unyana kaYese ukuze uhlazeke wena nobuze bukanyoko buhlazeke?+ INdumiso 123:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umphefumlo wethu wanele kakhulu kukugculelwa ngabo bahleli ngokukhululeka,+Kukudelwa ngabo bakhukhumeleyo.+
30 Wandula ke wavutha umsindo kaSawule+ kuYonatan waza wathi kuye: “Nyanandini wentombi enemvukelo,+ andiyazi kakuhle na into yokuba unyula unyana kaYese ukuze uhlazeke wena nobuze bukanyoko buhlazeke?+
4 Umphefumlo wethu wanele kakhulu kukugculelwa ngabo bahleli ngokukhululeka,+Kukudelwa ngabo bakhukhumeleyo.+