INdumiso 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+ INdumiso 71:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yiba yinqaba eliliwa kum endiya kungena kuyo rhoqo.+Umele uyalele ukuba ndisindiswe,+Kuba uyingxondorha yam negwiba lam.+ INdumiso 91:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngenxa yokuba ebonise umsa wakhe kum,+Nam ndiya kumsindisa.+Ndiya kumkhusela ngenxa yokuba elazi igama lam.+
2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+
3 Yiba yinqaba eliliwa kum endiya kungena kuyo rhoqo.+Umele uyalele ukuba ndisindiswe,+Kuba uyingxondorha yam negwiba lam.+
14 Ngenxa yokuba ebonise umsa wakhe kum,+Nam ndiya kumsindisa.+Ndiya kumkhusela ngenxa yokuba elazi igama lam.+