Yobhi 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 wathi: “Ndaphuma ndize esiswini sikama,+Yaye ndiya kubuyela khona ndize.+NguYehova onikileyo,+ yaye nguYehova othabathileyo.+Maliqhubeke libongwa igama likaYehova.”+ 2 Korinte 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke asiyeki, kodwa kwanokuba umntu esinguye ngaphandle uya esonakala, ngokuqinisekileyo umntu esinguye ngaphakathi+ wenziwa mtsha kwakhona imihla ngemihla. 2 Korinte 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke ndiyakholiswa bubuthathaka, kukuthukwa, kukuswela, ziintshutshiso neenzima, ngenxa kaKristu. Kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.+
21 wathi: “Ndaphuma ndize esiswini sikama,+Yaye ndiya kubuyela khona ndize.+NguYehova onikileyo,+ yaye nguYehova othabathileyo.+Maliqhubeke libongwa igama likaYehova.”+
16 Ngoko ke asiyeki, kodwa kwanokuba umntu esinguye ngaphandle uya esonakala, ngokuqinisekileyo umntu esinguye ngaphakathi+ wenziwa mtsha kwakhona imihla ngemihla.
10 Ngoko ke ndiyakholiswa bubuthathaka, kukuthukwa, kukuswela, ziintshutshiso neenzima, ngenxa kaKristu. Kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.+