IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 32:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kananjalo nothi, ‘Nanko umkhonzi wakho uYakobi engasemva kwethu.’”+ Kuba wayezixelele ukuba: “Ndisenokumthomalalisa ngesipho esihamba phambi kwam,+ ndize ke emva koko ndibubone ubuso bakhe. Mhlawumbi wondamkela ngobubele.”+

  • Genesis 43:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko uSirayeli uyise wathi kubo: “Ukuba, ke, kunjalo,+ yenzani oku: Fakani eyona mveliso intle yelizwe kwizikhongozelo zenu nize nihle nayo, niphathele indoda leyo njengesipho:+ intwana yebhalsam,+ nentwana yobusi,+ intlaka emhlophe nentlaka emnandi,+ iinkozo zepistasi neeamangile.+

  • IMizekeliso 17:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Isipho sililitye elikholekileyo emehlweni omniniso ozukileyo.+ Kuyo yonk’ indawo ajika kuyo uyaphumelela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share