2 Samuweli 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku ukumkani wathi: “Uphi na unyana wenkosi yakho?”+ UTsibha wathi kukumkani: “Nanko ehleli eYerusalem; kuba wathi, ‘Namhlanje indlu kaSirayeli iya kulubuyisela kum ulawulo lwasebukhosini lukabawo.’”+
3 Ke kaloku ukumkani wathi: “Uphi na unyana wenkosi yakho?”+ UTsibha wathi kukumkani: “Nanko ehleli eYerusalem; kuba wathi, ‘Namhlanje indlu kaSirayeli iya kulubuyisela kum ulawulo lwasebukhosini lukabawo.’”+