Yohane 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umoya+ uvuthuza apho ufuna khona, yaye uyasiva isandi sawo, kodwa akuwazi apho uvela khona nalapho uya khona. Unjalo wonk’ ubani ozelwe ngumoya.”+
8 Umoya+ uvuthuza apho ufuna khona, yaye uyasiva isandi sawo, kodwa akuwazi apho uvela khona nalapho uya khona. Unjalo wonk’ ubani ozelwe ngumoya.”+