Genesis 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 akazange ambabale uKayin nomnikelo wakhe.+ Waza uKayin wavutha kakhulu ngumsindo,+ wakhangeleka ethe khunubembe. Mateyu 27:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba wayeqonda ukuba babemnikele+ ngenxa yomona.+ Galati 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Masingazigwagwisi, sikhuphisana,+ simonelana.+ Yakobi 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Okanye ngaba nicinga ukuba isibhalo sifane nje satsho ukuthi: “Umoya+ ohleli ngaphakathi kwethu uyaqhubeka ukhweleta”? 1 Yohane 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 singabi njengoKayin, owaphuma kulowo ungendawo waza wambulala+ ngogonyamelo umntakwabo. Yaye kwakutheni ukuze ambulale ngogonyamelo? Kwakungenxa yokuba imisebenzi yakhe yayingendawo,+ kodwa yona eyomntakwabo yayiyeyobulungisa.+
5 akazange ambabale uKayin nomnikelo wakhe.+ Waza uKayin wavutha kakhulu ngumsindo,+ wakhangeleka ethe khunubembe.
5 Okanye ngaba nicinga ukuba isibhalo sifane nje satsho ukuthi: “Umoya+ ohleli ngaphakathi kwethu uyaqhubeka ukhweleta”?
12 singabi njengoKayin, owaphuma kulowo ungendawo waza wambulala+ ngogonyamelo umntakwabo. Yaye kwakutheni ukuze ambulale ngogonyamelo? Kwakungenxa yokuba imisebenzi yakhe yayingendawo,+ kodwa yona eyomntakwabo yayiyeyobulungisa.+