Mateyu 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Qinisekisani ukuba anideleli namnye waba bancinane; kuba ndithi kuni iingelosi+ zabo ezulwini zisoloko zibubona ubuso bukaBawo osezulwini.+ Luka 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Waza uZekariya wathi kwingelosi: “Ndingaqiniseka njani na ngako oku? Kuba ndaluphele+ yaye neminyaka sele ihambile emfazini wam.”
10 Qinisekisani ukuba anideleli namnye waba bancinane; kuba ndithi kuni iingelosi+ zabo ezulwini zisoloko zibubona ubuso bukaBawo osezulwini.+
18 Waza uZekariya wathi kwingelosi: “Ndingaqiniseka njani na ngako oku? Kuba ndaluphele+ yaye neminyaka sele ihambile emfazini wam.”