IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hoseya 8:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Ngokuba ngumoya aqhubeka ewuhlwayela, yaye uya kuvuna umoya wesaqhwithi.+ Akukho kudla kuziinkozo kumilileyo.+ Akukho hlumelo livelisa umgubo.+ Ukuba mhlawumbi kukho eliwuvelisayo, abasemzini baya kuwuginya.+

  • Mateyu 16:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe?

  • Marko 8:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Ngokwenene, kunayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela aze aphulukane nomphefumlo wakhe?+

  • Yohane 6:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share