INdumiso 39:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Khangela! Iintsuku zam uzenze zambalwa;+Nobude bobomi bam abunto phambi kwakho.+Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni, nangona bemi ngokuqinileyo, bangumphunga nje kuphela.+ Seʹlah. INdumiso 144:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umntu ufana nomphunga nje;+Imihla yakhe injengethunzi elidlulayo.+ Roma 8:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba indalo yalulanyiselwa kokuphuthileyo,+ kungengakuthanda kwayo kodwa ngalowo wayilulamisayo, ngethemba+
5 Khangela! Iintsuku zam uzenze zambalwa;+Nobude bobomi bam abunto phambi kwakho.+Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni, nangona bemi ngokuqinileyo, bangumphunga nje kuphela.+ Seʹlah.
20 Kuba indalo yalulanyiselwa kokuphuthileyo,+ kungengakuthanda kwayo kodwa ngalowo wayilulamisayo, ngethemba+