INdumiso 119:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke bendingayi kuba nazintloni,+Xa ndikhangela kuyo yonke imiyalelo yakho.+ Roma 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba abo balawulayo bafanele boyikwe, kungekhona ngenxa yesenzo esilungileyo, kodwa ngenxa yesibi.+ Ngaba, ke ngoko, akufuni na ukuloyika igunya? Hlala usenza okulungileyo,+ yaye liya kukudumisa; Roma 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke kukho isizathu esinyanzelisayo sokuba nithobele, kungekuphela ngenxa yengqumbo leyo kodwa kwanangenxa yesazela senu.+ 1 Petros 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Eneneni, ngubani onganenzakalisayo xa nisenza okulungileyo?+
3 Kuba abo balawulayo bafanele boyikwe, kungekhona ngenxa yesenzo esilungileyo, kodwa ngenxa yesibi.+ Ngaba, ke ngoko, akufuni na ukuloyika igunya? Hlala usenza okulungileyo,+ yaye liya kukudumisa;
5 Ngoko ke kukho isizathu esinyanzelisayo sokuba nithobele, kungekuphela ngenxa yengqumbo leyo kodwa kwanangenxa yesazela senu.+