Roma 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—. Roma 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Noko ke, ukufa kwalawula njengokumkani ukususela kuAdam de kwasa kuMoses,+ nakwabo basono singafani nesika-Adam,+ oyintsobi yalowo wayeza kuza.+
12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.
14 Noko ke, ukufa kwalawula njengokumkani ukususela kuAdam de kwasa kuMoses,+ nakwabo basono singafani nesika-Adam,+ oyintsobi yalowo wayeza kuza.+