1 Samuweli 14:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Xa abantu befika emithini, ewe, khangela! kwakuvuza ubusi,+ kodwa akukho bani wabeka isandla sakhe emlonyeni, ngenxa yokuba abantu babesoyika isifungo.+
26 Xa abantu befika emithini, ewe, khangela! kwakuvuza ubusi,+ kodwa akukho bani wabeka isandla sakhe emlonyeni, ngenxa yokuba abantu babesoyika isifungo.+