INdumiso 88:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uya kubenzela na abo bafileyo into emangalisayo?+Okanye baya kuvuka na abo bangenamandla ekufeni,+Baya kukubonga na?+ Seʹlah. INdumiso 115:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Abafileyo abamdumisi uYa,+Bengenjinjalo nabo behlayo baye kwelokuthula.+ INdumiso 146:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+ Isaya 38:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba asiyoShiyol enokukubonga;+ ukufa akunakukudumisa.+Abo behla baye emhadini abanakukhangela ngethemba kwinyaniso yakho.+ Yohane 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+
10 Uya kubenzela na abo bafileyo into emangalisayo?+Okanye baya kuvuka na abo bangenamandla ekufeni,+Baya kukubonga na?+ Seʹlah.
4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+
18 Kuba asiyoShiyol enokukubonga;+ ukufa akunakukudumisa.+Abo behla baye emhadini abanakukhangela ngethemba kwinyaniso yakho.+
11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+