Daniyeli 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Andidlanga sonka simnandi, akungenanga nyama okanye wayini emlonyeni wam, yaye andizithambisanga zada zaphela iiveki ezintathu.+ Mateyu 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wena, xa uzila ukutya, thambisa intloko yakho uze uhlambe ubuso bakho,+ Luka 7:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Akuyithambisanga intloko yam ngeoli;+ kodwa lo mfazi uthambise iinyawo zam ngeoli yobulawu.
3 Andidlanga sonka simnandi, akungenanga nyama okanye wayini emlonyeni wam, yaye andizithambisanga zada zaphela iiveki ezintathu.+