IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 16:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye uze ube nemihlali phambi koYehova uThixo wakho,+ wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nomLevi osemasangweni akho nomphambukeli+ nenkwenkwe engenayise+ nomhlolokazi,+ abaphakathi kwenu, kuloo ndawo aya kuyinyulela ukulibeka kuyo igama lakhe uYehova uThixo wakho.+

  • INdumiso 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa bonke abo basabela kuwe baya kuba nemihlali;+

      Baya kumemelela ngovuyo kuse kwixesha elingenammiselo.+

      Uya kuyithintela indlela esondela kubo,

      Yaye abo bathanda igama lakho baya kugcoba ngawe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share