IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ekugqibeleni wafa uYosefu,+ nabo bonke abantakwabo naso sonke eso sizukulwana.

  • INdumiso 89:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Khumbula oko bukuko ubude bobomi bam.+

      Ubadalele ilize na bonke oonyana babantu?+

  • INdumiso 90:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+

      Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+

      Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+

      Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+

  • INtshumayeli 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko uthuli lubuyela emhlabeni+ njengoko lwalunjalo nomoya+ ubuyele kuTHIXO oyinyaniso+ owawunikayo.+

  • Zekariya 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “‘Bona ke ooyihlo, baphi na?+ Yaye bona ke abaprofeti abo,+ ngaba baqhubeka bephila ukusa kwixesha elingenammiselo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share