IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngelo xesha uMoses noonyana bakaSirayeli bamvumela le ngoma uYehova besithi:+

      “Mandimvumele uYehova, kuba uphakame kakhulu.+

      Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.+

  • Duteronomi 31:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Ngoku ke zibhaleleni le ngoma+ nize niyifundise oonyana bakaSirayeli.+ Yibekeni emilonyeni yabo ukuze le ngoma ibe lingqina lam nxamnye noonyana bakaSirayeli.+

  • ABagwebi 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye ngaloo mini uDebhora+ kunye noBharaki+ unyana ka-Abhinowam+ bavuma,+ besithi:

  • 2 Samuweli 22:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Wathetha ke uDavide amazwi ale ngoma+ kuYehova ngomhla uYehova awamhlangula ngawo entendeni yesandla seentshaba zakhe+ zonke nasentendeni yesandla sikaSawule;+

  • INdumiso 18:umbhalo osemantla
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • Kumalathisi. Eyomkhonzi kaYehova, ekaDavide, owathetha amazwi ale ngoma kuYehova ngomhla uYehova awamhlangula ngawo entendeni yeentshaba zakhe zonke nasesandleni sikaSawule.+ Waza wathi:

  • Isaya 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Makhe ndivumele intanda yam ingoma yalowo ndimthandayo ngokuphathelele isidiliya sakhe.+ Intanda yam yaba nesidiliya ngasendulini yeziqhamo.

  • ISityhilelo 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Bavuma ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo nengoma yeMvana,+ besithi:

      “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho,+ Yehova, Thixo Somandla.+ Zibubulungisa yaye ziyinyaniso iindlela zakho,+ Kumkani kanaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share