INdumiso 120:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yeha ke mna, kuba ndihleli njengomphambukeli kwaMesheki!+Ndimise umnquba kunye neentente zakwaKedare.+ Hezekile 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ama-Arabhu+ nezikhulu zonke zaseKedare+ zazingabarhwebi abaqeshwe nguwe. Ngeenkunzi zeemvana neenkunzi zeegusha neenkunzi zeebhokhwe+—baberhwebela wena ngazo.
5 Yeha ke mna, kuba ndihleli njengomphambukeli kwaMesheki!+Ndimise umnquba kunye neentente zakwaKedare.+
21 Ama-Arabhu+ nezikhulu zonke zaseKedare+ zazingabarhwebi abaqeshwe nguwe. Ngeenkunzi zeemvana neenkunzi zeegusha neenkunzi zeebhokhwe+—baberhwebela wena ngazo.