Genesis 30:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Xa uRubhen+ wayehambahamba ngeentsuku zokuvunwa+ kwengqolowa wafumana imithuma entsimini. Ngoko wayizisa kuLeya unina. Waza wathi uRakeli kuLeya: “Khawuncede undiphe emithumeni leyo yonyana wakho.”+
14 Xa uRubhen+ wayehambahamba ngeentsuku zokuvunwa+ kwengqolowa wafumana imithuma entsimini. Ngoko wayizisa kuLeya unina. Waza wathi uRakeli kuLeya: “Khawuncede undiphe emithumeni leyo yonyana wakho.”+