Mika 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye okunene baya kuhlala, ngamnye phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ yaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo;+ kuba wona kanye umlomo kaYehova wemikhosi ukuthethile oko.+
4 Kwaye okunene baya kuhlala, ngamnye phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ yaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo;+ kuba wona kanye umlomo kaYehova wemikhosi ukuthethile oko.+