2 Kronike 32:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ke eminye imicimbi+ kaHezekiya nezenzo zakhe zobubele bothando,+ nazo zibhalwe embonweni kaIsaya umprofeti, unyana ka-Amotsi,+ kwiNcwadi+ yooKumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli.
32 Ke eminye imicimbi+ kaHezekiya nezenzo zakhe zobubele bothando,+ nazo zibhalwe embonweni kaIsaya umprofeti, unyana ka-Amotsi,+ kwiNcwadi+ yooKumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli.