22 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyibhukuqa itrone yezikumkani ndize ndiwabhangise amandla ezikumkani zeentlanga;+ yaye ndiya kuzibhukuqa iinqwelo nabakhweli bazo, namahashe nabakhweli bawo baya kwehla ngokuqinisekileyo,+ ngamnye ngekrele lomzalwana wakhe.’”+