IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 40:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Zininzi izinto ozenzileyo,+

      Owu Yehova Thixo wam, kwanemisebenzi yakho emangalisayo neengcamango zakho kuthi;+

      Akukho namnye onokuthelekiswa nawe.+

      Ukuba bendityekele ekuxeleni ndize ndithethe ngazo,

      Zininzi kakhulu kunokuba ndinokubalisa.+

  • INdumiso 98:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 98 Mvumeleni ingoma entsha uYehova,+

      Kuba ziyamangalisa izinto azenzileyo.+

      Isandla sakhe sasekunene, yona kanye ingalo yakhe engcwele, imzuzele usindiso.+

  • INdumiso 107:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Abantu mabambulele uYehova ngobubele bakhe bothando+

      Nangemisebenzi yakhe emangalisayo koonyana babantu.+

  • INdumiso 145:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Izizukulwana ngezizukulwana ziya kuyincoma imisebenzi yakho,+

      Ziya kuzixela izenzo zakho zamandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share