INdumiso 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Siya kumemelela ngovuyo ngenxa yosindiso lwakho,+Yaye egameni loThixo wethu siya kuphakamisa iibhanile zethu.+Ngamana uYehova angazizalisekisa zonke izicelo zakho.+ INdumiso 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Owu Yehova, ukumkani uba nemihlali ngamandla akho;+Yaye hayi indlela afuna ukuvuya kakhulu ngayo ngosindiso lwakho!+ INdumiso 62:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Eneneni umphefumlo wam ulindele kuThixo uthule.+Luvela kuye usindiso lwam.+ INdumiso 95:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 95 Yizani simemelele ngovuyo kuYehova!+Masidume ngoloyiso kulo iLiwa lethu losindiso.+ Mika 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+ Zefaniya 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Memelela ngovuyo, ntombi yaseZiyon! Chwayita,+ wena Sirayeli! Yiba nemihlali, ugcobe ngentliziyo yakho yonke, wena ntombi yaseYerusalem!+
5 Siya kumemelela ngovuyo ngenxa yosindiso lwakho,+Yaye egameni loThixo wethu siya kuphakamisa iibhanile zethu.+Ngamana uYehova angazizalisekisa zonke izicelo zakho.+
21 Owu Yehova, ukumkani uba nemihlali ngamandla akho;+Yaye hayi indlela afuna ukuvuya kakhulu ngayo ngosindiso lwakho!+
7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+
14 Memelela ngovuyo, ntombi yaseZiyon! Chwayita,+ wena Sirayeli! Yiba nemihlali, ugcobe ngentliziyo yakho yonke, wena ntombi yaseYerusalem!+