IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngelo xesha uMoses noonyana bakaSirayeli bamvumela le ngoma uYehova besithi:+

      “Mandimvumele uYehova, kuba uphakame kakhulu.+

      Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.+

  • 2 Samuweli 22:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Wathetha ke uDavide amazwi ale ngoma+ kuYehova ngomhla uYehova awamhlangula ngawo entendeni yesandla seentshaba zakhe+ zonke nasentendeni yesandla sikaSawule;+

  • INdumiso 146:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ndiza kumdumisa uYehova ebudeni bexesha lokudla kwam ubomi.+

      Ndiza kumculela uncuthu lwengoma uThixo wam lo gama ndisekho.+

  • INdumiso 150:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Mdumiseni ngamacangci anesandi soncuthu lomculo.+

      Mdumiseni ngamacangci akhenkcezayo.+

  • Isaya 12:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Culelani uYehova+ uncuthu lwengoma, kuba wenze ngokugqwesileyo.+ Oku kwaziswa emhlabeni wonke.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share