Isaya 25:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uya kusiwisa isixeko esinqatyisiweyo, neendonga zakho eziphakamileyo zonqabiseko; uya kusithoba, asingqule emhlabeni, eluthulini.+ Yeremiya 48:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Nikani uMowabhi umqondiso wendlela, kuba ekuweni abe ngamanxuwa uya kuphuma;+ zona kanye izixeko zakhe ziya kuba yinto nje ekhwankqisayo, kungekho bani uhlala kuzo.+
12 Uya kusiwisa isixeko esinqatyisiweyo, neendonga zakho eziphakamileyo zonqabiseko; uya kusithoba, asingqule emhlabeni, eluthulini.+
9 “Nikani uMowabhi umqondiso wendlela, kuba ekuweni abe ngamanxuwa uya kuphuma;+ zona kanye izixeko zakhe ziya kuba yinto nje ekhwankqisayo, kungekho bani uhlala kuzo.+