Zefaniya 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokuqinisekileyo ndiya kushiya phakathi kwakho isizwana esithobekileyo nesisweleyo,+ yaye okunene siya kusabela egameni likaYehova.+ Malaki 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kubanyathela abangendawo, kuba baya kuba njengomgubo phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini yokukwenza kwam oku,”+ utsho uYehova wemikhosi.
12 Ngokuqinisekileyo ndiya kushiya phakathi kwakho isizwana esithobekileyo nesisweleyo,+ yaye okunene siya kusabela egameni likaYehova.+
3 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kubanyathela abangendawo, kuba baya kuba njengomgubo phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini yokukwenza kwam oku,”+ utsho uYehova wemikhosi.