Mika 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+
7 Kodwa mna ke, ndiza kuhlala ndikhangele kuYehova.+ Ndiza kubonisa isimo sengqondo sokulindela kuThixo wosindiso lwam.+ UThixo wam uya kundiva.+