INdumiso 63:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikufuna.+Umphefumlo wam uyakunxanelwa.+Inyama yam ityhafile kukulangazelela wenaEmhlabeni owomileyo nobharhileyo, ekungekho manzi kuwo.+ INdumiso 77:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kuwukhumbula umculo wam womrhubhe ebusuku;+Ngentliziyo yam ndiya kubonakalisa ukuxhalaba kwam,+Nomoya wam uya kugocagoca ngenyameko.
63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikufuna.+Umphefumlo wam uyakunxanelwa.+Inyama yam ityhafile kukulangazelela wenaEmhlabeni owomileyo nobharhileyo, ekungekho manzi kuwo.+
6 Ndiya kuwukhumbula umculo wam womrhubhe ebusuku;+Ngentliziyo yam ndiya kubonakalisa ukuxhalaba kwam,+Nomoya wam uya kugocagoca ngenyameko.