INdumiso 85:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Inyaniso iya kuhluma emhlabeni,+Nobulungisa buya kukhangela phantsi busemazulwini.+ Isaya 61:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba njengoko umhlaba uvelisa ihlumelo lawo,+ nanjengoko umyezo uzenza zihlume izinto ezihlwayelwe kuwo, ngokunjalo neNkosi enguMongami uYehova iya kuhlumisa ubulungisa+ nendumiso phambi kwazo zonke iintlanga.+
11 Kuba njengoko umhlaba uvelisa ihlumelo lawo,+ nanjengoko umyezo uzenza zihlume izinto ezihlwayelwe kuwo, ngokunjalo neNkosi enguMongami uYehova iya kuhlumisa ubulungisa+ nendumiso phambi kwazo zonke iintlanga.+